Uyoshuwa 17:17 XHO75

17 Wathi uYoshuwa kwindlu kaYosefu, kuEfrayim nakuManase, Ningabantu abaninzi, ninamandla amakhulu; aliyi kuba linye iqashiso lenu;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:17 kwimeko