Uyoshuwa 17:18 XHO75

18 kuba eleentaba liya kuba lelenu, ngokuba lingamahlathi. Nòwahlahla, iinyele zawo zibe zezenu; kuba niya kuwagqogqa amaKanan, nakuba eneenqwelo zesinyithi, nakuba omelele.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:18 kwimeko