Uyoshuwa 18:11 XHO75

11 Kwavela iqashiso lesizwe soonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo; umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda noonyana bakaYosefu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:11 kwimeko