Uyoshuwa 18:12 XHO75

12 Umda wabo ngasecaleni lasentla wathabathela eYordan, wenyuka waya egxalabeni laseYeriko ngasentla, wenyuka waya ezintabeni ngasentshonalanga; ukuma kwawo, waya wema ngentlango yaseBhetaven;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:12 kwimeko