13 wegqitha umda khona, waya eLuzi, egxalabeni leLuzi ngasezantsi (yiBheteli ke leyo); wehla umda waya eAtaroti-adare, ngasezintabeni ezingasezantsi kweBhete-horon yasezantsi.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18
imbono Uyoshuwa 18:13 kwimeko