Uyoshuwa 18:14 XHO75

14 Wahlaba umda, wajika waya ecaleni lasentshonalanga ngasezantsi, usuka entabeni ephambi kweBhete-horon ngasezantsi; ukuma kwawo, waya wema ngeKiriyati-bhahali (yiKiriyatiyeharim ke leyo), umzi woonyana bakaYuda. Lilo elo icala lasentshonalanga.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:14 kwimeko