Uyoshuwa 2:10 XHO75

10 Kuba sivile ukuba uYehova wawomisa amanzi oLwandle oluBomvu* phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa; noko nakwenzayo kookumkani bobabini bama-Amori, ababephesheya kweYordan, ooSihon no-Ogi, enabasingela phantsi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 2

imbono Uyoshuwa 2:10 kwimeko