Uyoshuwa 21:44 XHO75

44 UYehova wawaphumza ngeenxa zonke, njengako konke awabafungelayo ooyise; akwabakho mntu ezintshabeni zawo zonke umayo phambi kwawo. Zonke iintshaba zawo uYehova wazinikela esandleni sawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 21

imbono Uyoshuwa 21:44 kwimeko