Uyoshuwa 21:45 XHO75

45 Akuwanga zwi phantsi, emazwini onke alungileyo awawathethayo uYehova kwindlu kaSirayeli; enzeka onke.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 21

imbono Uyoshuwa 21:45 kwimeko