Uyoshuwa 22:10 XHO75

10 Bafika emimandleni yaseYordan, esezweni lakwaKanan.Oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase bákha khona isibingelelo ngaseYordan, isibingelelo esikhulu, esibonakalayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:10 kwimeko