Uyoshuwa 22:9 XHO75

9 Babuya ke oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe soonyana bakaManase, besuka koonyana bakaSirayeli eShilo esezweni lakwaKanan, ukuba baye ezweni laseGiliyadi, ezweni lelifa labo, ababelizuzile ngokomlomo kaYehova ngesandla sikaMoses.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:9 kwimeko