Uyoshuwa 3:10 XHO75

10 Wathi ke uYoshuwa, Niya kwazi ngale nto ukuba uThixo ophilileyo uphakathi kwenu, eya kuwagqogqa kuphele phambi kwenu amaKanan, namaHeti, namaHivi, namaPerizi, namaGirgashi, nama-Amori, namaYebhusi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:10 kwimeko