Uyoshuwa 3:9 XHO75

9 Wathi uYoshuwa koonyana bakaSirayeli, Sondelani apha, nive amazwi kaYehova uThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:9 kwimeko