Uyoshuwa 3:15 XHO75

15 xa bafikayo eYordan abathwele ityeya, xa zithi xumbu elunxwemeni lwamanzi iinyawo zababingeleli abathwele ityeya — iYordan izala ihamba ngaphandle kweendonga zayo zonke ngexesha lonke lokuvuna —

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:15 kwimeko