Uyoshuwa 3:16 XHO75

16 asuka ema amanzi avela ngasentla, aphakama aba mfumba-nye, kude kakhulu eAdam, umzi ongasecaleni leTsaretan; athi la ahlayo aya elwandle lweArabha, eLwandle lweTyuwa, anqamka aphela. Bawela ke abantu malunga neYeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:16 kwimeko