Uyoshuwa 3:6 XHO75

6 Wathi uYoshuwa kubabingeleli, Thwalani ityeya yomnqophiso, niwele phambi kwabantu. Bayithwala ke ityeya yomnqophiso, bahamba phambi kwabantu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:6 kwimeko