Uyoshuwa 3:7 XHO75

7 Wathi uYehova kuYoshuwa, Namhlanje ndiya kuqala ukukwenza mkhulu emehlweni amaSirayeli onke, ukuze azi ukuba ndiya kuba nawe, njengokuba ndibe ndinoMoses.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:7 kwimeko