Uyoshuwa 4:11 XHO75

11 Bakhawuleza abantu, bawela. Kwathi, bakugqiba bonke abantu ukuwela, yegqitha ityeya kaYehova nababingeleli phambi kwabantu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:11 kwimeko