Uyoshuwa 4:12 XHO75

12 Bawela oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, bexhobile, phambi koonyana bakaSirayeli, njengoko wathethayo uMoses kubo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:12 kwimeko