Uyoshuwa 4:3 XHO75

3 niwawisele umthetho, nithi, Thabathani apha phakathi kweYordan, kule ndawo zimi kuyo iinyawo zababingeleli, amatye okumiswa abe lishumi elinamabini, niwele nawo, niwabeke kuloo ndawo yokulalisa, niya kulalisa kuyo ngobu busuku.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:3 kwimeko