4 Wawabiza ke uYoshuwa amadoda alishumi elinamabini, abewamisile koonyana bakaSirayeli, indoda yanye, indoda yanye esizweni.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4
imbono Uyoshuwa 4:4 kwimeko