Uyoshuwa 4:5 XHO75

5 Wathi uYoshuwa kuwo, Gqithani phambi kwetyeya kaYehova uThixo wenu, niye eYordan phakathi, nithabathe iyileyo indoda ilitye libe linye, ilibeke egxalabeni layo, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaSirayeli;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:5 kwimeko