Uyoshuwa 6:10 XHO75

10 UYoshuwa wabawisela umthetho abantu, wathi, Ize ningadumi, ningalivakalisi ilizwi lenu, kungaphumi nto emlonyeni wenu, kude kube yimini endothi kuni, Dumani; nidume ke.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:10 kwimeko