Uyoshuwa 6:11 XHO75

11 Ityeya ke kaYehova yawujikeleza umzi, yawuzunguleza isihlandlo sasinye; bangena eminqubeni, balala eminqubeni.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:11 kwimeko