Uyoshuwa 6:17 XHO75

17 Lo mzi woba yinto esingelwe phantsi kuYehova, wona nento yonke ekuwo; kuphela nguRahabhi ihenyukazi yedwa owodla ubomi, yena nento yonke ekuye endlwini yakhe; ngokuba wabazimeza abathunywa esabathumayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:17 kwimeko