Uyoshuwa 6:18 XHO75

18 Kodwa ke zigcineni entweni esingelwe phantsi, hleze nani nizisingele phantsi ngokuthabatha entweni esingelwe phantsi, niwenze umzi wakwaSirayeli ube yinto esingelwe phantsi, niwuhlisele ishwangusha.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:18 kwimeko