Uyoshuwa 7:18 XHO75

18 wayisondeza indlu yakhe ngokwamadoda ayo, kwacishwa uAkan, unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:18 kwimeko