Uyoshuwa 7:19 XHO75

19 Wathi uYoshuwa kuAkan, Nyana wam, mzukise uYehova uThixo kaSirayeli, umdumise; khawundixelele into oyenzileyo; musa ukukhanyela kum.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:19 kwimeko