Uyoshuwa 7:26 XHO75

26 Aphosa amatye phezu kwazo. Amisa phezu kwakhe imfumba enkulu yamatye, ekhoyo unanamhla. Wabuya ke uYehova ekuvutheni komsindo wakhe. Kungoko kwathiwa igama laloo ndawo yintili yeAkore* unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:26 kwimeko