Uyoshuwa 8:1 XHO75

1 Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika, ungaqhiphuki umbilini. Thabatha bonke abantu bokulwa, usuke, unyuke, uye eAyi. Yabona, ndimnikele esandleni sakho ukumkani waseAyi, nabantu bakhe, nomzi wakhe, nelizwe lakhe;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:1 kwimeko