Uyoshuwa 8:2 XHO75

2 wenzè kwiAyi nokumkani wayo njengoko wenza ngako kwiYeriko nokumkani wayo; kodwa nozithimbela amaxhoba ayo, neenkomo zayo; wòbeka kuloo mzi abalaleli emva kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:2 kwimeko