Uyoshuwa 8:10 XHO75

10 Wavuka kusasa ngengomso uYoshuwa, wabahlela abantu, wenyuka, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli phambi kwabantu, waya eAyi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:10 kwimeko