Uyoshuwa 8:11 XHO75

11 Bonke abantu bokulwa ababenaye benyuka, basondela, beza phambi komzi, bamisa ngasentla kweAyi; kwabakho umfula phakathi kwabo neAyi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:11 kwimeko