Uzekariya 13:3 XHO75

3 Kothi xa athe wabuya waprofeta ubani, bathi kuye uyise nonina abamzalayo. Akuyi kuphila, kuba uthethé ubuxoki egameni likaYehova. Uyise nonina abamzalayo bomhlaba amahlanza ngenxa yokuprofeta kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 13

imbono Uzekariya 13:3 kwimeko