Uzekariya 14:7 XHO75

7 Kuya kuba yimini eyodwa; yona iya kwazeka kuYehova; àyimini, àyibusuku; kuthi ngexa langokuhlwa kube mhlophe.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 14

imbono Uzekariya 14:7 kwimeko