Uzekariya 14:9 XHO75

9 UYehova woba ngukumkani phezu kwehlabathi lonke; ngaloo mini iya kuba nguYehova yedwa, negama lakhe lodwa.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 14

imbono Uzekariya 14:9 kwimeko