2 Kwabasekorinte 11:4 XHO75

4 Kuba kaloku, xa lowo uzayo avakalisa omnye uYesu, esingamvakalisanga thina, nokuba namkela moya wumbi enaningamkelanga wona, nokuba ziindaba ezilungileyo ezizimbi enaningamkelanga zona, beningaba kambe niyatyapha ukumnyamezela.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:4 kwimeko