2 Kwabasekorinte 11:7 XHO75

7 Ndenza isono na ngokuzithoba, ukuze niphakanyiswe nina, ngokuba ndanishumayezayo ngesisa iindaba ezilungileyo zikaThixo?

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:7 kwimeko