2 Kwabasekorinte 13:4 XHO75

4 Kuba, nakuba wabethelelwayo emnqamlezweni ngokwasekusweleni amandla, udla ubomi ngokwasemandleni kaThixo. Kuba nathi siswele amandla kuye, noko siya kudla ubomi naye ngokwasemandleni kaThixo, ngokubhekisele kuni.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 13

imbono 2 Kwabasekorinte 13:4 kwimeko