2 Kwabasekorinte 13:5 XHO75

5 Zilingeni, ukuba niselukholweni olu na; zicikideni ngokwenu. Okanye anizazi na ukuba uYesu Kristu ungaphakathi kwenu? ukuba okunene aningabo abo bangenakucikideka.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 13

imbono 2 Kwabasekorinte 13:5 kwimeko