2 Kwabasekorinte 8:23 XHO75

23 Nokuba kuthethwa ntoni ngoTito, yazini ukuba ulidlelane nam, nomsebenzisi wam kuni; nokuba kuthethwa ngabazalwana bethu, yazini ukuba bangabathunywa bamabandla kaThixo, baluzuko lukaKristu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 8

imbono 2 Kwabasekorinte 8:23 kwimeko