2 Kwabasekorinte 8:24 XHO75

24 Lo mbonakalaliso ngoko wothando lwenu, nowokuzingca kwethu ngani, wubonakalaliseni kubo, naphambi kwamabandla.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 8

imbono 2 Kwabasekorinte 8:24 kwimeko