Kumahebhere 10:34 XHO75

34 Kuba navelana nam ndisezintanjeni; kananjalo nakwamkela ngovuyo ukuphangwa kweempahla zenu, nisazi ukuba ninayo kuni ngokwenu emazulwini eyona mpahla ilungileyo, ihlala ihleli.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 10

imbono Kumahebhere 10:34 kwimeko