Udaniyeli 1:2 XHO96

2 Ke iNkosi yamnikela esandleni sakhe uJoyakim ukumkani wakwaJuda, yathinjwa inxalenye yempahla yendlu kaThixo. Ezi zinto uNebhukadenezare waya nazo ezweni laseShinare, waya kuzifaka endlwini yothixo wakhe kwigumbi elinguvimba wobutyebi.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 1

imbono Udaniyeli 1:2 kwimeko