Udaniyeli 10:3 XHO96

3 Ndandingatyi kutya kodidi, nditsho nenyama nawayini zange ndizifake emlonyeni wam, yaye zange ndithambise nokuthambisa kwada kwadlula ezo veki zintathu.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:3 kwimeko