Udaniyeli 11:2 XHO96

2 “Olu daba ndikwazisa lona luyinyaniso. Uyabona, ePeshiya kuseza abanye ookumkani abathathu. Ke yena owesine uya kubabetha bonke abanye aba ngobutyebi. Xa athe womelela ngobo butyebi bakhe uya kubaxhokonxa abanye, ukuze kuvukelwane nombuso wamaGrike.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 11

imbono Udaniyeli 11:2 kwimeko