Udaniyeli 2:11 XHO96

11 Le nto ukumkani ayifunayo kuthi inzima gqitha. Akukho mntu unako ukuyenza, *ngoothixo bodwa abangayenzayo – kambe ke nabo abahlali apha phakathi koluntu.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:11 kwimeko