Udaniyeli 2:43 XHO96

43 Kananjalo ubonile ukuba intsimbi yayixutywe nodongwe. Le ndawo ke ikwathetha ukuba baya kuzama ukumanyana ngokwendiselana, kodwa ke loo nto iya kufadalala kwanjengokuba intsimbi ingaxubeki nodongwe.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:43 kwimeko