Udaniyeli 3:15 XHO96

15 Nangoku ke ze nithi nisakuva isandi sesigodlo, ixilongo, umrhubhe, ikatala, ihapu, impempe, nazo zonke ezinye izixhobo zomculo, ningathingazi, koko nikhahlele ninqule lo mfanekiso ndiwumisileyo. Ke ukuba aniyenzanga loo nto, ngoko nangoko niya kuphoswa kwiziko elivutha umlilo. Kakade ke nguwuphi na uthixo onganihlangulayo esandleni sam?”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 3

imbono Udaniyeli 3:15 kwimeko