Udaniyeli 5:29 XHO96

29 Ngoko nangoko ke ukumkani uBhelshazare wayalela ukuba uDaniyeli anxitywe umnweba omsobo, athiwe gatya umxokelelwana wegolide entanyeni. Waza ke wammisela wangowesithathu kubalawuli bobukumkani.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:29 kwimeko